2 Usamuweli 9:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuye, Uphi na? Wathi uTsibha kukumkani, Nankuya endlwini kaMakire unyana ka-Amiyeli, eLodebhare.

2 Usamuweli 9

2 Usamuweli 9:1-13