2 Usamuweli 9:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani, Akusekho namnye na umntu wendlu kaSawule, ndímenzele inceba kaThixo? Wathi ke uTsibha kukumkani, Kusekho unyana kaYonatan, ofe iinyawo.

2 Usamuweli 9

2 Usamuweli 9:1-9