2 Usamuweli 5:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide ubeminyaka imashumi mathathu ezelwe, ukwenziwa kwakhe ukumkani; waba neminyaka emashumi mané engukumkani.

2 Usamuweli 5

2 Usamuweli 5:1-14