2 Usamuweli 5:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aya ke onke amadoda amakhulu akwaSirayeli kukumkani eHebron. Wenza umnqophiso nawo ukumkani uDavide eHebron phambi koYehova; amthambisa uDavide ukuba abe ngukumkani wamaSirayeli.

2 Usamuweli 5

2 Usamuweli 5:1-9