2 Usamuweli 3:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uYowabhi kukumkani, wathi, Yintoni na le uyenzileyo? Ùyabona, ubezile uAbhinere kuwe; yintoni na le nto umndululeyo, wahamba wemka?

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:19-25