2 Usamuweli 3:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafika ooYowabhi nomkhosi wonke anawo. Kwaxelwa kuYowabhi, kwathiwa, UAbhinere unyana kaNere ubezile kukumkani, wamndulula, wahamba exolile.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:15-24