2 Usamuweli 3:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wesusa abathunywa, baya kuIshbhoshete unyana kaSawule, esithi, Ndínike umkam uMikali, endamgana ngekhulu leenyama zokwalùswa zamaFilisti.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:6-18