2 Usamuweli 3:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Kulungile, ndowenza nawe umnqophiso. Kodwa kukho nto-nye ndiyifunayo kuwe; yile: akuyi kububona ubuso bam, ungamzisanga uMikali intombi kaSawule, wakuza kububona ubuso bam.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:4-20