2 Usamuweli 24:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYowabhi kukumkani, Makongeze ke uYehova uThixo wakho ebantwini izihlandlo ezilikhulu, bengangoko bangako, abone namehlo enkosi yam ukumkani; ke yini na ukuba inkosi yam ukumkani iyifune le nto?

2 Usamuweli 24

2 Usamuweli 24:1-8