2 Usamuweli 24:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke ukumkani kuYowabhi, umthetheli-mpi obenaye, Khawutyhutyhe ezizweni zonke zakwaSirayeli, uthabathela kwaDan use eBher-shebha, nibabale abantu, ndilazi inani labantu.

2 Usamuweli 24

2 Usamuweli 24:1-6