2 Usamuweli 20:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafika bamngqinga eAbhele-bhete-mahaka, bawufumbela udonga lokungqinga umzi lowo, lwema phezu komsele wongqameko; baye bonke abantu ababenoYowabhi beluqhuqha, ukuze udonga lomzi luwe.

2 Usamuweli 20

2 Usamuweli 20:12-25