2 Usamuweli 20:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wacanda ezizweni zonke zakwaSirayeli, waya eAbhele naseBhete-mahaka; namadodana onke abizelwa ndawonye, eza amlandela nawo.

2 Usamuweli 20

2 Usamuweli 20:13-15