2 Usamuweli 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wathumela ke abathunywa kumadoda aseYabheshe yaseGiliyadi, wathi kuwo, Manisikelelwe nguYehova nina, nayenzelayo inkosi yenu uSawule loo nceba, nayingcwaba.

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:3-10