2 Usamuweli 2:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Eza amadoda akwaYuda, amthambisa khona apho uDavide ukuba abe ngukumkani kwindlu yakwaYuda.Kwaxelwa kuDavide, kusithiwa, Amadoda aseYabheshe yaseGiliyadi, ngawo awamngcwabáyo uSawule.

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:1-9