2 Usamuweli 2:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

OoYowabhi noAbhishayi bamsukela bamlandela uAbhinere, lada latshona ilanga; bada bafika edulini yeAma, ekhangelene neGiya, endleleni yentlango yeGibheyon.

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:22-32