2 Usamuweli 2:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akavuma ukutyeka. UAbhinere wamtsho ngoluthi lwentshuntshe esiswini; yaya kuphuma intshuntshe ngasemva. Wawa khona, wafela kuloo ndawo. Bathi bonke abafika kuloo ndawo wàwa wafela kuyo uAsaheli, bee nqumama.

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:19-26