2 Usamuweli 19:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abantu bonke babephikisana ezizweni zonke zakwaSirayeli, besithi, Ukumkani wasisiza esandleni seentshaba zethu, wasisindisa esandleni samaFilisti; ngoku ubalekile kweli lizwe ngenxa ka-Abhisalom;

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:1-16