2 Usamuweli 19:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavuka ke ukumkani, wahlala esangweni; kwaxelwa ebantwini bonke, kwathiwa, Nanko ukumkani ehleli esangweni. Beza ke bonke abantu phambi kokumkani.Ke amaSirayeli abesabile, elowo waya ententeni yakhe.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:1-13