2 Usamuweli 19:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza uYowabhi kukumkani endlwini, wathi, Ubudanisile namhla ubuso babakhonzi bakho bonke, abawusindisileyo namhla umphefumlo wakho, nomphefumlo woonyana bakho noweentombi zakho, nomphefumlo wabafazi bakho, nomphefumlo wamashweshwe akho, ngokubathanda abakuthiyayo, nangokubathiya abakuthandayo.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:1-7