2 Usamuweli 19:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukumkani wazigqubuthela ubuso, wahlahlamba ukumkani ngezwi elikhulu, wathi, Nyana wam, Abhisalom! Abhisalom, nyana wam, nyana wam!

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:2-9