2 Usamuweli 18:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani, Ihleli kakuhle na indodana uAbhisalom? Wathi uAhimahatse, Ndiboné ingxokolo enkulu, ekumthumeni kukaYowabhi umkhonzi kakumkani, nomkhonzi wakho lo, ndingazi ukuba yintoni na.

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:23-33