2 Usamuweli 18:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamemeza uAhimahatse, wathi kukumkani, Hlala kakuhle. Waqubuda ngobuso emhlabeni kukumkani, wathi, Makabongwe uYehova uThixo wakho, owanikeleyo amadoda asiphakamisileyo isandla sawo enkosini yam ukumkani.

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:27-31