2 Usamuweli 18:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya waphinda uAhimahatse, unyana kaTsadoki, wathi kuYowabhi, Nokuba kutheni, makhe ndimlandele nam uKushi. Wathi uYowabhi, Yini na ukuba ugidime, nyana wam, ungenazindaba zilungileyo zinanzuzo nje?

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:18-31