2 Usamuweli 18:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYowabhi kuKushi, Hamba uye kumxelela ukumkani okubonileyo. Waqubuda uKushi kuYowabhi, wagidima ke.

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:16-25