2 Usamuweli 17:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akufika uDavide eMahanayim, uShobhi unyana kaNahashe, waseRabha yakoonyana baka-Amon, noMakire unyana ka-Amiyeli, waseLo-debhare, noBharzilayi, waseGiliyadi waseRogelim,

2 Usamuweli 17

2 Usamuweli 17:23-29