2 Usamuweli 17:26-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

26. AmaSirayeli noAbhisalom bamisa ezweni laseGiliyadi.

27. Kwathi, akufika uDavide eMahanayim, uShobhi unyana kaNahashe, waseRabha yakoonyana baka-Amon, noMakire unyana ka-Amiyeli, waseLo-debhare, noBharzilayi, waseGiliyadi waseRogelim,

28. bazisa iinkuko, nezitya, nemiphanda, nengqolowa, nerhasi, nomgubo, namakhweba neembotyi, neentlumaya,

2 Usamuweli 17