2 Usamuweli 13:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Yini na ukuba ube nje ukubhitya imiso ngemiso, nyana wokumkani? Akundixeleli na? Wathi uAmnon kuye, Ndithanda uTamare, udade boAbhisalom umninawa wam.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:1-11