2 Usamuweli 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uAmnon ebenomhlobo, ogama belinguYonadabhi, unyana kaShimeha umkhuluwa kaDavide. UYonadabhi ebeyindoda elumke kunene.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:1-10