2 Usamuweli 13:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wathi kuAbhisalom, Musa, nyana wam; masingayi sonke sibe ngumthwalo kuwe. Wamzama; akavuma ukuya, kodwa wamsikelela.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:18-26