2 Usamuweli 13:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza uAbhisalom, wathi kukumkani, Uyabona, naba abachebi kumkhonzi wakho; ukumkani nabakhonzi bakhe mabahambe nomkhonzi wakho.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:21-32