2 Usamuweli 11:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ukuvela komnyaka, ngexesha lokuphuma kookumkani ukuya kulwa, uDavide wamthuma uYowabhi, nabakhonzi bakhe kunye naye, namaSirayeli onke, batshabalalisa oonyana baka-Amon, bayingqinga iRabha. UDavide wayehleli eYerusalem.

2 Usamuweli 11

2 Usamuweli 11:1-4