2 Usamuweli 1:25-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. Hayi, ukuwa kwamagorha phakathi kwemfazwe!UYonatan ubulawelwe emimangweni yakho

26. Ndibandezelekile ngenxa yakho, mzalwana wam Yonatan;Ùbumnandi kakhulu kum;Kubalukekile ukundithanda kwakhoNgaphezu kokuthanda komntu oyinkazana.

27. Hayi, ukuwa kwamagorha!Adakile amadoda okulwa!

2 Usamuweli 1