2 Usamuweli 1:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndibandezelekile ngenxa yakho, mzalwana wam Yonatan;Ùbumnandi kakhulu kum;Kubalukekile ukundithanda kwakhoNgaphezu kokuthanda komntu oyinkazana.

2 Usamuweli 1

2 Usamuweli 1:25-27