2 Ookumkani 9:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Jikela emva kwam. Waxela umlindi, wathi, Uye wafika kubo, ke akabuyi; ke ukuqhuba kunjengokuqhuba kukaYehu, unyana kaNimshi; ngokuba uqhuba ngobudlongodlongo.

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:12-24