2 Ookumkani 9:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathuma owesibini umkhweli-hashe, waya kubo, wathi, Útsho ukumkani ukuthi, Luxolo na? Wathi uYehu, Yintoni na enawe noxolo?

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:12-27