2 Ookumkani 8:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ngomnyaka wesihlanu kaYehoram, unyana ka-Ahabhi ukumkani wamaSirayeli (uYehoshafati engukumkani wamaYuda), waba ngukumkani uYehoram, unyana kaYehoshafati ukumkani wamaYuda.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:10-23