2 Ookumkani 8:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngengomso wathabatha ingcawa, wayithi nkxu emanzini, wayaneka ebusweni bayo; yafa. UHazayeli waba ngukumkani esikhundleni sayo.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:14-20