2 Ookumkani 7:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwakukho amadoda amané aneqhenqa ngaphandle kwesango. Yathi enye kwenye, Sihlaléleni na apha, side sife?

2 Ookumkani 7

2 Ookumkani 7:1-4