2 Ookumkani 7:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamphendula umfo wakwaThixo umphathi-mkhosi, abesayama esandleni sakhe ukumkani, wathi, Yabona, khona ukuba uYehova wenzé iifestile ezulwini, ingabakho na loo nto? Wathi yena, Khangela, ùya kuyibona loo nto ngamehlo akho, ungadli kuyo.

2 Ookumkani 7

2 Ookumkani 7:1-12