2 Ookumkani 5:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi kwinkosikazi yayo, Akwaba inkosi yam le ibiphambi komprofeti okwaSamari! Ubeya kuyiphilisa eqhenqeni layo.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:1-12