2 Ookumkani 5:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ama-Aram ayephume aya kututa, athimba ezweni lakwaSirayeli intombazana; yasisicakakazi kumkaNahaman.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:1-3