2 Ookumkani 5:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uNahaman, Makukholeke kuwe ukuthabatha zibe mbini iitalente. Wamjoka, wabopha iitalente zambini zesilivere ezingxoweni ezimbini, neengubo ezimbini zokukhululana, wanika abafana ababini; bathwala phambi kwakhe.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:18-27