2 Ookumkani 5:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Akukho nto. Inkosi yam indithumile, isithi, Nanku, kufike kum ngoku amadodana amabini akoonyana babaprofeti, evela kweleentaba lakwaEfrayim; khawuwanike italente yesilivere, neengubo ezimbini zokukhululana.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:18-27