2 Ookumkani 4:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya, wahamba endlwini, wasinga ngapha kwakanye, wasinga ngapha kwakanye, wenyuka wazolula phezu kwakhe. Yathimla inkwenkwe izihlandlo ezisixhenxe, yawavula inkwenkwe amehlo ayo.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:30-44