2 Ookumkani 4:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenyuka, walala phezu komntwana lowo, wabeka umlomo wakhe phezu komlomo wakhe, amehlo akhe phezu kwamehlo akhe, izandla zakhe phezu kwezandla zakhe, wazolula phezu kwakhe; yafudumala inyama yomntwana.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:27-35