2 Ookumkani 25:29-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Zakhululwa iingubo zakhe zasentolongweni, wamana ukudla isonka phambi kwakhe yonke imihla yokuphila kwakhe.