2 Ookumkani 24:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ngenxa yomsindo kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, wada wabalahla ebusweni bakhe.UZedekiya wamana egwilika kukumkani waseBhabheli.

2 Ookumkani 24

2 Ookumkani 24:14-20