2 Ookumkani 24:19-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Wenza okubi emehlweni kaYehova, njengako konke awakwenzayo uYehoyakim.

20. Ngokuba ngenxa yomsindo kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, wada wabalahla ebusweni bakhe.UZedekiya wamana egwilika kukumkani waseBhabheli.

2 Ookumkani 24