2 Ookumkani 24:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wamthumela izimpi zamaKaledi, nezimpi zama-Aram,* nezimpi zakwaMowabhi, nezimpi zoonyana baka-Amon, wazithumela elakwaYuda, ukuba zilitshabalalise ngokwelizwi likaYehova, awalithethayo ngabakhonzi bakhe abaprofeti.

2 Ookumkani 24

2 Ookumkani 24:1-4