2 Ookumkani 24:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare, ukumkani weBhabheli. UYehoyakim waba ngumkhonzi kuye iminyaka emithathu, wabuya wagwilika kuye.

2 Ookumkani 24

2 Ookumkani 24:1-5